8 Kodwa ukuba uhlwempuzeke kakhulu ukuba angalifikelela ixabiso elo lithelekelelwayo,+ umele ke ngoko amiswe phambi kombingeleli, aze umbingeleli ambekele ixabiso.+ Umbingeleli uya kumbekela lowo ubhambathisileyo ixabiso elivumelana noko anokukufikelela.+