2 Korinte 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba ukuba bendiqhayise ngani kuye, andibanga nazintloni; kodwa njengoko sizithethe ngenyaniso zonke izinto kuni, ngokunjalo nokuqhayisa+ kwethu phambi koTito kuye kwangqineka kuyinyaniso.
14 Kuba ukuba bendiqhayise ngani kuye, andibanga nazintloni; kodwa njengoko sizithethe ngenyaniso zonke izinto kuni, ngokunjalo nokuqhayisa+ kwethu phambi koTito kuye kwangqineka kuyinyaniso.