Roma 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Musani ukuba natyala lanto nakubani na,+ ngaphandle kwelokuthandana;+ kuba lowo ulithandayo idlelane lakhe uwuzalisekisile umthetho.+ Yakobi 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukuba ke niyawuzalisa umthetho wakomkhulu,+ ngokwesibhalo esithi: “Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu,”+ nenza kakuhle. 1 Petros 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoku njengoko niyisulungekisile+ imiphefumlo yenu ngokuthobela kwenu inyaniso okuphumela kumsa wobuzalwana+ ongenaluhanahaniso, thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+
8 Musani ukuba natyala lanto nakubani na,+ ngaphandle kwelokuthandana;+ kuba lowo ulithandayo idlelane lakhe uwuzalisekisile umthetho.+
8 Ukuba ke niyawuzalisa umthetho wakomkhulu,+ ngokwesibhalo esithi: “Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu,”+ nenza kakuhle.
22 Ngoku njengoko niyisulungekisile+ imiphefumlo yenu ngokuthobela kwenu inyaniso okuphumela kumsa wobuzalwana+ ongenaluhanahaniso, thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+