IZenzo 23:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ekhangele ngenyameko kwiSanhedrin uPawulos wathi: “Madoda, bazalwana, ndiziphathe ngesazela+ esihlambuluke ngokugqibeleleyo phambi koThixo kwada kwasa kule mini.” IZenzo 24:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kule nkalo, eneneni, ndiyaziqhelisa ngokuqhubekayo ukuba ndikuphaphele+ ukungamoni uThixo nabantu. 1 Timoti 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ziyiphathe imfihlelo engcwele+ yokholo ngesazela esihlambulukileyo.+ 1 Petros 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yibani nesazela esilungileyo,+ khon’ ukuze kuloo nto kuthethwa ngokunxamnye nani babe neentloni+ abo bathetha ngendelelo ngehambo yenu elungileyo kuKristu.+
23 Ekhangele ngenyameko kwiSanhedrin uPawulos wathi: “Madoda, bazalwana, ndiziphathe ngesazela+ esihlambuluke ngokugqibeleleyo phambi koThixo kwada kwasa kule mini.”
16 Kule nkalo, eneneni, ndiyaziqhelisa ngokuqhubekayo ukuba ndikuphaphele+ ukungamoni uThixo nabantu.
16 Yibani nesazela esilungileyo,+ khon’ ukuze kuloo nto kuthethwa ngokunxamnye nani babe neentloni+ abo bathetha ngendelelo ngehambo yenu elungileyo kuKristu.+