1 Korinte 7:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kodwa ukuba nabani na ucinga ukuba uziphatha ngokungafanelekanga ngobunyulu bakhe,+ ukuba uthe wadlula entlahleni yobutsha, yaye le yindlela ekufanele kwenzeke ngayo, makenze oko akufunayo; akoni. Mabatshate.+ 1 Korinte 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Sinegunya lokuthabatha udade njengomfazi,+ kwanjengabanye abapostile nabantakwab’ eNkosi+ noKefas,+ akunjalo? Hebhere 13:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Umtshato mawubekeke phakathi kwenu nonke, nesilili somtshato masingadyojwa,+ kuba uThixo uya kubagweba abahenyuzi nabakrexezi.+
36 Kodwa ukuba nabani na ucinga ukuba uziphatha ngokungafanelekanga ngobunyulu bakhe,+ ukuba uthe wadlula entlahleni yobutsha, yaye le yindlela ekufanele kwenzeke ngayo, makenze oko akufunayo; akoni. Mabatshate.+
5 Sinegunya lokuthabatha udade njengomfazi,+ kwanjengabanye abapostile nabantakwab’ eNkosi+ noKefas,+ akunjalo?
4 Umtshato mawubekeke phakathi kwenu nonke, nesilili somtshato masingadyojwa,+ kuba uThixo uya kubagweba abahenyuzi nabakrexezi.+