Roma 1:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 abadli-zithende,+ bemthiyile uThixo, bengabasileyo,+ abanekratshi,+ abazidlayo,+ abayili bezinto ezimbi,+ bengabathobeli abazali,+ 1 Timoti 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 esazi nje esi sibakala, sokuba umthetho uwiselwa, kungekhona umntu olilungisa, kodwa abantu abachas’ umthetho+ nabangalawulekiyo,+ abangenabuthixo naboni, abaswele ububele bothando,+ abahlambelayo, abo babulala ooyise noonina, izibulala-mntu,
30 abadli-zithende,+ bemthiyile uThixo, bengabasileyo,+ abanekratshi,+ abazidlayo,+ abayili bezinto ezimbi,+ bengabathobeli abazali,+
9 esazi nje esi sibakala, sokuba umthetho uwiselwa, kungekhona umntu olilungisa, kodwa abantu abachas’ umthetho+ nabangalawulekiyo,+ abangenabuthixo naboni, abaswele ububele bothando,+ abahlambelayo, abo babulala ooyise noonina, izibulala-mntu,