IZenzo 26:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ukuvula amehlo abo,+ ukubaphethula ebumnyameni,+ baye ekukhanyeni+ nakwigunya likaSathana,+ baye kuThixo, ukuze bamkele uxolelo lwezono+ nelifa+ phakathi kwabo bangcwaliswa+ ngokholo lwabo kum.’ 2 Korinte 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uThixo wathi: “Ukukhanya makukhanye ebumnyameni,”+ yaye uye wakhanya ezintliziyweni zethu ukuze azikhanyisele+ ngolwazi oluzukileyo+ lukaThixo ngobuso bukaKristu.+ Hebhere 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba ngokubhekisele kwabo babeye bakhanyiselwa kwaba kanye qwaba,+ nabaye bangcamla isipho sesisa sasezulwini,+ nabaye baba nesabelo kumoya oyingcwele,+
18 ukuvula amehlo abo,+ ukubaphethula ebumnyameni,+ baye ekukhanyeni+ nakwigunya likaSathana,+ baye kuThixo, ukuze bamkele uxolelo lwezono+ nelifa+ phakathi kwabo bangcwaliswa+ ngokholo lwabo kum.’
6 Kuba uThixo wathi: “Ukukhanya makukhanye ebumnyameni,”+ yaye uye wakhanya ezintliziyweni zethu ukuze azikhanyisele+ ngolwazi oluzukileyo+ lukaThixo ngobuso bukaKristu.+
4 Kuba ngokubhekisele kwabo babeye bakhanyiselwa kwaba kanye qwaba,+ nabaye bangcamla isipho sesisa sasezulwini,+ nabaye baba nesabelo kumoya oyingcwele,+