Genesis 50:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko ke uYosefu wabafungisa oonyana bakaSirayeli, wathi: “Ngokwenene uThixo uya kuyiphethulela kuni ingqalelo yakhe. Ngako oko nimele niwanyuse asuke amathambo am apha.”+ Eksodus 13:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UMoses wawathabatha wahamba nawo amathambo kaYosefu, kuba wayebafungise ngokunzulu oonyana bakaSirayeli, esithi: “Ngokwenene uThixo uya kuyiphethulela kuni ingqalelo yakhe,+ yaye nize niwathabathe amathambo am nimke nawo apha.”+
25 Ngoko ke uYosefu wabafungisa oonyana bakaSirayeli, wathi: “Ngokwenene uThixo uya kuyiphethulela kuni ingqalelo yakhe. Ngako oko nimele niwanyuse asuke amathambo am apha.”+
19 UMoses wawathabatha wahamba nawo amathambo kaYosefu, kuba wayebafungise ngokunzulu oonyana bakaSirayeli, esithi: “Ngokwenene uThixo uya kuyiphethulela kuni ingqalelo yakhe,+ yaye nize niwathabathe amathambo am nimke nawo apha.”+