Mateyu 24:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye ezi ndaba zilungileyo+ zobukumkani+ ziya kushunyayelwa kuwo wonke umhlaba omiweyo kube bubungqina kuzo zonke iintlanga;+ kwandule ke kufike ukuphela.+ Roma 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba ukuba ulivakalisa esidlangalaleni elo ‘lizwi lisemlonyeni wakho,’+ lokuba uYesu uyiNkosi,+ uze ubonise ukholo entliziyweni yakho lokuba uThixo wamvusa kwabafileyo,+ uya kusindiswa.+
14 Kwaye ezi ndaba zilungileyo+ zobukumkani+ ziya kushunyayelwa kuwo wonke umhlaba omiweyo kube bubungqina kuzo zonke iintlanga;+ kwandule ke kufike ukuphela.+
9 Kuba ukuba ulivakalisa esidlangalaleni elo ‘lizwi lisemlonyeni wakho,’+ lokuba uYesu uyiNkosi,+ uze ubonise ukholo entliziyweni yakho lokuba uThixo wamvusa kwabafileyo,+ uya kusindiswa.+