IMizekeliso 21:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke nabani na ovingca indlebe yakhe kwisikhalo esimangalayo sesisweli,+ naye uya kukhala aze angaphendulwa.+ Isaya 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yeha ke kulowo ungendawo!—Uya kufikelwa yintlekele; kuba indlela aphethe ngayo uya kuphathwa kwangayo!+ Mateyu 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Banoyolo abanenceba,+ kuba baya kwenzelwa inceba. Mateyu 6:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kanti ukuba anibaxoleli abantu izigqitho zabo, noYihlo akayi kunixolela ezenu izigqitho.+ Luka 6:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Qhubekani nisiba nenceba, kanye njengoko uYihlo enenceba.+
13 Ke nabani na ovingca indlebe yakhe kwisikhalo esimangalayo sesisweli,+ naye uya kukhala aze angaphendulwa.+
11 Yeha ke kulowo ungendawo!—Uya kufikelwa yintlekele; kuba indlela aphethe ngayo uya kuphathwa kwangayo!+