Daniyeli 2:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 “Ngemihla yabo kumkani+ uTHIXO wezulu+ uya kumisa ubukumkani+ obungenakuze bonakaliswe.+ Yaye obo bukumkani abuyi kudluliselwa kubo nabaphi na abanye abantu.+ Buya kuzityumza buziphelise zonke ezi zikumkani,+ buze bona bume ukusa kwixesha elingenammiselo;+ Hagayi 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “‘Yaye ndiya kuzinyikimisa zonke iintlanga, zize izinto ezinqwenelekayo zazo zonke iintlanga zingene;+ yaye ndiya kuyizalisa ngozuko le ndlu,’+ utsho uYehova wemikhosi. Zekariya 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uze uthi ke kuye, “‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Nantsi indoda+ egama layo linguHlumelo.+ Kwaye uya kuhluma endaweni yakhe, ibe ngokuqinisekileyo uya kuyakha itempile kaYehova.+
44 “Ngemihla yabo kumkani+ uTHIXO wezulu+ uya kumisa ubukumkani+ obungenakuze bonakaliswe.+ Yaye obo bukumkani abuyi kudluliselwa kubo nabaphi na abanye abantu.+ Buya kuzityumza buziphelise zonke ezi zikumkani,+ buze bona bume ukusa kwixesha elingenammiselo;+
7 “‘Yaye ndiya kuzinyikimisa zonke iintlanga, zize izinto ezinqwenelekayo zazo zonke iintlanga zingene;+ yaye ndiya kuyizalisa ngozuko le ndlu,’+ utsho uYehova wemikhosi.
12 Uze uthi ke kuye, “‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Nantsi indoda+ egama layo linguHlumelo.+ Kwaye uya kuhluma endaweni yakhe, ibe ngokuqinisekileyo uya kuyakha itempile kaYehova.+