Isaya 58:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Asikokwahlulela olambileyo isonka sakho na,+ nokuba ungenise abantu abaxhwalekileyo nabangenamakhaya endlwini yakho?+ Ukuba, kunokwenzeka ubone uthile eze, umele umambese,+ yaye ungazifihli enyameni yakho?+ 1 Yohane 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ukuba umntu uthi: “Ndiyamthanda uThixo,” kodwa abe emthiyile umzalwana wakhe, ulixoki.+ Kuba lowo ungamthandiyo umzalwana wakhe,+ ambonileyo, akanako ukumthanda uThixo, angambonanga.+
7 Asikokwahlulela olambileyo isonka sakho na,+ nokuba ungenise abantu abaxhwalekileyo nabangenamakhaya endlwini yakho?+ Ukuba, kunokwenzeka ubone uthile eze, umele umambese,+ yaye ungazifihli enyameni yakho?+
20 Ukuba umntu uthi: “Ndiyamthanda uThixo,” kodwa abe emthiyile umzalwana wakhe, ulixoki.+ Kuba lowo ungamthandiyo umzalwana wakhe,+ ambonileyo, akanako ukumthanda uThixo, angambonanga.+