Yohane 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko uLizwi waba yinyama+ waza wahlala phakathi kwethu, yaye salubona uzuko lwakhe, uzuko olunjengolo lonyana okuphela kozelweyo+ nguyise; kwaye wayezele bububele obungasifanelanga nayinyaniso.+ Galati 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa ke lithe lakuzaliseka ixesha,+ uThixo wathumela uNyana wakhe,+ owaphuma emfazini+ waza waba phantsi komthetho,+
14 Ngoko uLizwi waba yinyama+ waza wahlala phakathi kwethu, yaye salubona uzuko lwakhe, uzuko olunjengolo lonyana okuphela kozelweyo+ nguyise; kwaye wayezele bububele obungasifanelanga nayinyaniso.+
4 Kodwa ke lithe lakuzaliseka ixesha,+ uThixo wathumela uNyana wakhe,+ owaphuma emfazini+ waza waba phantsi komthetho,+