ISityhilelo 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngokunjalo ndiya kumisa amangqina amabini+ ukuba aprofete+ imihla eliwaka elinamakhulu amabini anamashumi amathandathu ambethe amarhonya.”+ ISityhilelo 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa umfazi wanikwa amaphiko amabini okhozi+ olukhulu, ukuze aphaphazele aye entlango+ kwindawo yakhe; apho kulapho ondliwa+ khona ixesha namaxesha nesiqingatha sexesha+ ekude nobuso benyoka.+
3 Ngokunjalo ndiya kumisa amangqina amabini+ ukuba aprofete+ imihla eliwaka elinamakhulu amabini anamashumi amathandathu ambethe amarhonya.”+
14 Kodwa umfazi wanikwa amaphiko amabini okhozi+ olukhulu, ukuze aphaphazele aye entlango+ kwindawo yakhe; apho kulapho ondliwa+ khona ixesha namaxesha nesiqingatha sexesha+ ekude nobuso benyoka.+