1 Kronike 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 USathana wema nxamnye noSirayeli waza waxhokonxa+ uDavide ukuba abale uSirayeli. Yobhi 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoku kwaba yimini oonyana boTHIXO oyinyaniso+ abangena ngayo ukuze beme ezindaweni zabo phambi koYehova,+ kwanoSathana+ wangena phakathi kwabo.+ Zekariya 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yandula ke [ingelosi+] kaYehova yathi kuSathana: “UYehova uyakukhalimela,+ wena Sathana, ewe, uYehova uyakukhalimela, lowo ukhetha iYerusalem!+ Lo akasosikhuni esixhwilwe emlilweni na?”+ Mateyu 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko uYesu wathi kuye: “Hamb’ umke, Sathana! Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘NguYehova uThixo wakho omele umnqule,+ yaye nguye yedwa+ omele unikele inkonzo engcwele kuye.’”+ Yohane 13:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Yaye emva kweqhekeza wandula ke uSathana wangena kuye.+ UYesu, ke ngoko, wathi kuye: “Oko ukwenzayo kwenze ngokukhawuleza.” Roma 16:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UThixo onika uxolo+ uya kumtyumza uSathana+ kamsinya phantsi kweenyawo zenu. Ngamana ububele obungasifanelanga beNkosi yethu uYesu bungaba nani.+ 2 Tesalonika 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Sekude kubekho umchasi-mthetho nje kungenxa yemisebenzi+ yamandla kaSathana nemiqondiso yobuxoki nemihlola+
6 Ngoku kwaba yimini oonyana boTHIXO oyinyaniso+ abangena ngayo ukuze beme ezindaweni zabo phambi koYehova,+ kwanoSathana+ wangena phakathi kwabo.+
2 Yandula ke [ingelosi+] kaYehova yathi kuSathana: “UYehova uyakukhalimela,+ wena Sathana, ewe, uYehova uyakukhalimela, lowo ukhetha iYerusalem!+ Lo akasosikhuni esixhwilwe emlilweni na?”+
10 Ngoko uYesu wathi kuye: “Hamb’ umke, Sathana! Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘NguYehova uThixo wakho omele umnqule,+ yaye nguye yedwa+ omele unikele inkonzo engcwele kuye.’”+
27 Yaye emva kweqhekeza wandula ke uSathana wangena kuye.+ UYesu, ke ngoko, wathi kuye: “Oko ukwenzayo kwenze ngokukhawuleza.”
20 UThixo onika uxolo+ uya kumtyumza uSathana+ kamsinya phantsi kweenyawo zenu. Ngamana ububele obungasifanelanga beNkosi yethu uYesu bungaba nani.+
9 Sekude kubekho umchasi-mthetho nje kungenxa yemisebenzi+ yamandla kaSathana nemiqondiso yobuxoki nemihlola+