-
1 Samuweli 17:46INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
46 Ngale mini uYehova uya kukunikezela esandleni sam,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukubulala ndize ndiyisuse intloko yakho kuwe; yaye ngokuqinisekileyo izidumbu zenkampu yamaFilisti ndiya kuzinika iintaka zezulu namarhamncwa omhlaba ngale mini;+ baze abantu bomhlaba wonke bazi ukuba kukho uThixo ongowakwaSirayeli.+
-
-
Hezekile 39:17INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
17 “Wena ke, nyana womntu, itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Yithi kwiintaka zonke eziphaphazelayo nakuwo onke amarhamncwa asendle:+ “Ziqokeleleni ndawonye, nize. Zihlanganiseni ndawonye macala onke kumbingelelo wam, endinibingelela wona, umbingelelo omkhulu ezintabeni zakwaSirayeli.+ Kwaye ngokuqinisekileyo niya kudla inyama nize nisele igazi.+
-