Genesis 40:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Athi: “Sobabini siye saphupha, kodwa ke ngoku asinatoliki.” UYosefu wathi: “AyingoThixo na otolikayo?+ Khanindibalisele.” Daniyeli 2:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ndiyakubulela ndikudumisa, wena Thixo wookhokho bam,Kuba undinike ubulumko namandla. Yaye undenze ndayazi into ebesiyicele kuwe;Usenze sayazi le nto ihlupha ukumkani.”+ Daniyeli 2:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Kodwa ke kukho uThixo emazulwini onguMtyhili weemfihlelo,+ yaye umazisile uKumkani uNebhukadenetsare into eza kwenzeka ekupheleni kwemihla. Nali iphupha lakho nemibono oyibone ngokuya ubulele ebhedini yakho:
8 Athi: “Sobabini siye saphupha, kodwa ke ngoku asinatoliki.” UYosefu wathi: “AyingoThixo na otolikayo?+ Khanindibalisele.”
23 Ndiyakubulela ndikudumisa, wena Thixo wookhokho bam,Kuba undinike ubulumko namandla. Yaye undenze ndayazi into ebesiyicele kuwe;Usenze sayazi le nto ihlupha ukumkani.”+
28 Kodwa ke kukho uThixo emazulwini onguMtyhili weemfihlelo,+ yaye umazisile uKumkani uNebhukadenetsare into eza kwenzeka ekupheleni kwemihla. Nali iphupha lakho nemibono oyibone ngokuya ubulele ebhedini yakho: