-
Genesis 41:48, 49IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
48 Yaye waqhubeka eyiqokelela yonke imveliso yaloo minyaka isixhenxe elizweni laseYiputa, waza wayiqokelelela ezixekweni. Kwisixeko ngasinye wayegcina koovimba ukutya okuphuma kumasimi awayejikeleze eso sixeko. 49 Waqhubeka uYosefu eqokelela ukutya okuziinkozo okuninzi kakhulu njengesanti yaselwandle, bada ekugqibeleni bayeka ukukubala, kuba kwakungasabaleki.
-
-
Genesis 47:16IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
16 UYosefu wathi: “Ukuba imali yenu iphelile, khuphani imfuyo yenu, mna ndiza kuninika ukutya xa nindinika imfuyo.”
-