Genesis 37:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ndiphuphe sibopha izithungu entsimini, sasuka esam isithungu sema nkqo, zaza ezenu izithungu zasirhangqa, zaqubuda kwisithungu sam.”+ Genesis 37:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Emva koko waphinda waphupha, waza wabalisela abantakwabo esithi: “Ndiphinde ndaphupha. Kweli iphupha, ilanga nenyanga neenkwenkwezi eziyi-11 beziqubuda kum.”+ Genesis 42:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 UYosefu wayephethe kwelo lizwe,+ inguye owayethengisela bonke abantu bomhlaba ukutya okuziinkozo.+ Ngoko abantakwabo beza baza baqubuda kuye.+
7 Ndiphuphe sibopha izithungu entsimini, sasuka esam isithungu sema nkqo, zaza ezenu izithungu zasirhangqa, zaqubuda kwisithungu sam.”+
9 Emva koko waphinda waphupha, waza wabalisela abantakwabo esithi: “Ndiphinde ndaphupha. Kweli iphupha, ilanga nenyanga neenkwenkwezi eziyi-11 beziqubuda kum.”+
6 UYosefu wayephethe kwelo lizwe,+ inguye owayethengisela bonke abantu bomhlaba ukutya okuziinkozo.+ Ngoko abantakwabo beza baza baqubuda kuye.+