-
Yona 1:3IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
3 Kodwa uYona waphakama ukuze ambaleke uYehova aye eTarshishe. Wehla waya eYopa waza wafumana inqanawa eya eTarshishe. Ngoko wabhatala waza wakhwela kuyo, ukuze ahambe ngayo aye eTarshishe, kude noYehova.
-