Genesis 11:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Yiloo nto kwathiwa igama laso yiBhabheli,*+ kuba uYehova walugxobha apho ulwimi lomhlaba wonke, waza uYehova wabasasaza abantu emhlabeni wonke.
9 Yiloo nto kwathiwa igama laso yiBhabheli,*+ kuba uYehova walugxobha apho ulwimi lomhlaba wonke, waza uYehova wabasasaza abantu emhlabeni wonke.