3 wathi kuye, ‘Phuma elizweni lakowenu, uzishiye nezalamane zakho, uye kwilizwe endiza kukubonisa lona.’+ 4 Emva koko wemka kwilizwe lamaKhaledi, wayokuhlala kwaHaran. Emva kokufa kukatata wakhe,+ wemka apho waza uThixo wathi makahlale kweli lizwe nihlala kulo ngoku.+