Genesis 13:5, 6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 NoLote owayehamba noAbram, wayeneegusha, iinkomo neentente. 6 Ngoko elo lizwe lalingabanelanga ukuba bangahlala ndawonye, kuba izinto zabo zaba ninzi kakhulu kangangokuba babengasakwazi ukuhlala kunye.
5 NoLote owayehamba noAbram, wayeneegusha, iinkomo neentente. 6 Ngoko elo lizwe lalingabanelanga ukuba bangahlala ndawonye, kuba izinto zabo zaba ninzi kakhulu kangangokuba babengasakwazi ukuhlala kunye.