-
Genesis 35:2, 3IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
2 UYakobi wathi kwindlu yakhe nakubo bonke abantu ababekunye naye: “Basuseni oothixo basemzini abaphakathi kwenu,+ nizicoce, nitshintshe neempahla zenu, 3 size sihambeni siye eBheteli. Apho ndiza kumenzela isibingelelo uThixo wokwenene owandiphendulayo xa ndandisebunzimeni, waba nam naphi na apho ndandisiya khona.”*+
-