Genesis 19:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Xa ephosa amehlo ngaseSodom naseGomora nakulo lonke ilizwe laloo ngingqi, wabona izinto zamehlo. Kwakukho ingqimba yomsi owenyuka kwelo lizwe, ufana nomsi weziko!+
28 Xa ephosa amehlo ngaseSodom naseGomora nakulo lonke ilizwe laloo ngingqi, wabona izinto zamehlo. Kwakukho ingqimba yomsi owenyuka kwelo lizwe, ufana nomsi weziko!+