INdumiso 27:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 UYehova kukukhanya kwam+ yaye uyandisindisa. Ngubani ke endinokumoyika?+ UYehova yindawo yobomi bam ekhuselekileyo.+ Ngubani ke onokundinkwantyisa? Isaya 41:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Sukoyika, kuba ndinawe.+ Sukuba nexhala kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa, nakanjani ndiza kukunceda,+Ngaphandle kwamathandabuzo, ndiza kukubamba ngesandla sam sasekunene sobulungisa.’ Roma 8:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Yintoni esinokuyithetha ngezi zinto? Ukuba uThixo ukwicala lethu, ngubani onokulwa nathi?+ Hebhere 13:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ukuze sibe nesibindi size sithi: “UYehova* ungumncedi wam; andizukoyika. Angandenza ntoni umntu?”+
27 UYehova kukukhanya kwam+ yaye uyandisindisa. Ngubani ke endinokumoyika?+ UYehova yindawo yobomi bam ekhuselekileyo.+ Ngubani ke onokundinkwantyisa?
10 Sukoyika, kuba ndinawe.+ Sukuba nexhala kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa, nakanjani ndiza kukunceda,+Ngaphandle kwamathandabuzo, ndiza kukubamba ngesandla sam sasekunene sobulungisa.’