Genesis 17:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 UThixo wamphendula wathi: “Nakanjani na uSara umfazi wakho uza kukuzalela unyana, uze umthiye igama elinguIsake.*+ Ndiza kusenza naye isivumelwano sam, sibe sisivumelwano sikanaphakade kwinzala* yakhe.+ Yoshuwa 24:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 “‘Ekuhambeni kwexesha ndamthatha ukhokho wenu uAbraham+ ngaphesheya koMlambo, ndamhambisa lonke ilizwe lakwaKanan, ndayandisa nenzala* yakhe.+ Ndamnika uIsake,+ Roma 9:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kwakhona into yokuba bezalwa nguAbraham ayibenzi bonke babe ngabantwana bakhe,+ kodwa kubhaliwe kwathiwa: “Inzala* oyithenjisiweyo iza kuphuma kuIsake.”+
19 UThixo wamphendula wathi: “Nakanjani na uSara umfazi wakho uza kukuzalela unyana, uze umthiye igama elinguIsake.*+ Ndiza kusenza naye isivumelwano sam, sibe sisivumelwano sikanaphakade kwinzala* yakhe.+
3 “‘Ekuhambeni kwexesha ndamthatha ukhokho wenu uAbraham+ ngaphesheya koMlambo, ndamhambisa lonke ilizwe lakwaKanan, ndayandisa nenzala* yakhe.+ Ndamnika uIsake,+
7 Kwakhona into yokuba bezalwa nguAbraham ayibenzi bonke babe ngabantwana bakhe,+ kodwa kubhaliwe kwathiwa: “Inzala* oyithenjisiweyo iza kuphuma kuIsake.”+