Genesis 17:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kwizizukulwana zenu, wonke umntu oyindoda phakathi kwenu oneentsuku ezisibhozo ezelwe umele oluswe,+ naye nabani na ozelwe endlini, nabani na ongeyonzala* yakho kodwa othengwe ngemali kumntu wasemzini. Levitikus 12:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ngosuku lwesibhozo loo nkwenkwe iza koluswa.+ IZenzo 7:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 “Kwakhona uThixo wenza isivumelwano solwaluko naye,+ yena wazala uIsake+ waza wamolusa ngosuku lwesibhozo ezelwe,+ uIsake wazala uYakobi,* noYakobi waba ngutata weentloko-ntsapho* eziyi-12.
12 Kwizizukulwana zenu, wonke umntu oyindoda phakathi kwenu oneentsuku ezisibhozo ezelwe umele oluswe,+ naye nabani na ozelwe endlini, nabani na ongeyonzala* yakho kodwa othengwe ngemali kumntu wasemzini.
8 “Kwakhona uThixo wenza isivumelwano solwaluko naye,+ yena wazala uIsake+ waza wamolusa ngosuku lwesibhozo ezelwe,+ uIsake wazala uYakobi,* noYakobi waba ngutata weentloko-ntsapho* eziyi-12.