18 Kuba niyazi ukuba anikhululwanga ngezinto ezinokonakala, njengesilivere negolide,+ kubomi obulilize obabuphilwa ngookhokho benu. 19 Kodwa nakhululwa ngegazi elixabisekileyo,+ njengeletakane legusha elingenasiphako nelingenabala,+ igazi likaKristu.+