Genesis 27:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 UEsawu wathi: “Ayiyo loo nto na kusithiwa igama lakhe nguYakobi,* ukuze andibhukuqe kwindawo yam kabini?+ Sewalithatha ilungelo lam lokuba lizibulo,+ ngoku uthathe nentsikelelo yam!”+ Emva koko wathi: “Awundibekelanga ntsikelelo tu mna?”
36 UEsawu wathi: “Ayiyo loo nto na kusithiwa igama lakhe nguYakobi,* ukuze andibhukuqe kwindawo yam kabini?+ Sewalithatha ilungelo lam lokuba lizibulo,+ ngoku uthathe nentsikelelo yam!”+ Emva koko wathi: “Awundibekelanga ntsikelelo tu mna?”