Genesis 28:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ndinawe yaye ndiza kukukhusela naphi na apho uya khona, kwaye ndiza kukubuyisela kweli lizwe.+ Andizukukushiya de ndiyenze into endikuthembise yona.”+ Genesis 32:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 UYakobi wathi: “Owu Thixo katata uAbraham noThixo katata uIsake, owu Yehova, wena othe kum, ‘Buyela kwilizwe lakowenu nakwizizalwana zakho yaye ndiza kukuphatha kakuhle,’+ Genesis 35:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Wada wafika uYakobi kuIsake utata wakhe eMamre,+ eKiriyati-arbha, oko kukuthi eHebron, apho uAbraham noIsake babehlala khona njengabantu basemzini.+
15 Ndinawe yaye ndiza kukukhusela naphi na apho uya khona, kwaye ndiza kukubuyisela kweli lizwe.+ Andizukukushiya de ndiyenze into endikuthembise yona.”+
9 UYakobi wathi: “Owu Thixo katata uAbraham noThixo katata uIsake, owu Yehova, wena othe kum, ‘Buyela kwilizwe lakowenu nakwizizalwana zakho yaye ndiza kukuphatha kakuhle,’+
27 Wada wafika uYakobi kuIsake utata wakhe eMamre,+ eKiriyati-arbha, oko kukuthi eHebron, apho uAbraham noIsake babehlala khona njengabantu basemzini.+