Eksodus 5:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Athi kubo: “Kwanga uYehova anganibona aze agwebe, kuba nenze uFaro nezicaka zakhe basicaphukela,* yaye nibeke nekrele esandleni sabo ukuze basibulale.”+ Eksodus 6:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Emva koko uMoses wawathetha kumaSirayeli la mazwi, kodwa zange ammamele ngenxa yokutyhafa nangenxa yokukhotyokiswa.+
21 Athi kubo: “Kwanga uYehova anganibona aze agwebe, kuba nenze uFaro nezicaka zakhe basicaphukela,* yaye nibeke nekrele esandleni sabo ukuze basibulale.”+
9 Emva koko uMoses wawathetha kumaSirayeli la mazwi, kodwa zange ammamele ngenxa yokutyhafa nangenxa yokukhotyokiswa.+