Numeri 16:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 UKora+ unyana kaItsare,+ unyana kaKohati,+ unyana kaLevi,+ wabhunga noDatan noAbhiram oonyana bakaEliyabhi,+ no-Oni unyana kaPelethe, abaphuma kwisizwe sakwaRubhen.+ Numeri 16:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Wavuleka umhlaba waza wabaginya, bona kunye neentsapho zabo, nabo bonke abantu bendlu kaKora+ nazo zonke izinto zabo. Numeri 26:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngoko umhlaba wavuleka waza wabaginya. Yena uKora wafa nabaxhasi bakhe xa umlilo watshabalalisa amadoda ayi-250.+ Into eyenzekayo kubo yaba sisilumkiso nakwabanye abantu.+
16 UKora+ unyana kaItsare,+ unyana kaKohati,+ unyana kaLevi,+ wabhunga noDatan noAbhiram oonyana bakaEliyabhi,+ no-Oni unyana kaPelethe, abaphuma kwisizwe sakwaRubhen.+
32 Wavuleka umhlaba waza wabaginya, bona kunye neentsapho zabo, nabo bonke abantu bendlu kaKora+ nazo zonke izinto zabo.
10 Ngoko umhlaba wavuleka waza wabaginya. Yena uKora wafa nabaxhasi bakhe xa umlilo watshabalalisa amadoda ayi-250.+ Into eyenzekayo kubo yaba sisilumkiso nakwabanye abantu.+