Eksodus 4:22, 23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Uze uthi kuFaro, ‘Uthi uYehova: “USirayeli ngunyana wam, izibulo lam.+ 23 Ndithi kuwe, mkhulule unyana wam ukuze ayokundikhonza. Kodwa ukuba awuvumi ukumkhulula, ndiza kubulala unyana wakho, izibulo lakho.”’”+ INdumiso 78:51 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 51 Ekugqibeleni wabulala onke amazibulo amaYiputa,+Ebulala isiqalo samandla awo okuzala kwiintente zakwaHam. INdumiso 105:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Emva koko waxabela onke amazibulo kwilizwe lazo,+Isiqalo senzala yazo. INdumiso 136:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Wabulala amazibulo aseYiputa,+Kuba uthando lwakhe olungagungqiyo lukho ngonaphakade. Hebhere 11:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Ngenxa yokholo wabhiyozela ipasika nokutshizwa kwegazi, ukuze umtshabalalisi angawenzakalisi amazibulo amaSirayeli.+
22 Uze uthi kuFaro, ‘Uthi uYehova: “USirayeli ngunyana wam, izibulo lam.+ 23 Ndithi kuwe, mkhulule unyana wam ukuze ayokundikhonza. Kodwa ukuba awuvumi ukumkhulula, ndiza kubulala unyana wakho, izibulo lakho.”’”+
51 Ekugqibeleni wabulala onke amazibulo amaYiputa,+Ebulala isiqalo samandla awo okuzala kwiintente zakwaHam.
28 Ngenxa yokholo wabhiyozela ipasika nokutshizwa kwegazi, ukuze umtshabalalisi angawenzakalisi amazibulo amaSirayeli.+