Genesis 25:1, 2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ngoku uAbraham waphinda wazithathela umfazi, yaye igama lakhe yayinguKetura. 2 Ekuhambeni kwexesha wamzalela uZimran, uYokeshan, uMedan, uMidiyan,+ uIshibhaki noShuwaha.+ Eksodus 3:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 UMoses waba ngumalusi womhlambi kaYitro,+ umbingeleli wakwaMidiyan, umkhwe wakhe. Wawukhokelela kwicala elingasentshona lentlango, wade waya kufika eHorebhe, intaba yoThixo wokwenene.+ Eksodus 4:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Emva koko uYehova wathi kuMoses kwaMidiyan: “Hamba ubuyele eYiputa, kuba onke amadoda awayefuna ukukubulala* afile.”+
25 Ngoku uAbraham waphinda wazithathela umfazi, yaye igama lakhe yayinguKetura. 2 Ekuhambeni kwexesha wamzalela uZimran, uYokeshan, uMedan, uMidiyan,+ uIshibhaki noShuwaha.+
3 UMoses waba ngumalusi womhlambi kaYitro,+ umbingeleli wakwaMidiyan, umkhwe wakhe. Wawukhokelela kwicala elingasentshona lentlango, wade waya kufika eHorebhe, intaba yoThixo wokwenene.+
19 Emva koko uYehova wathi kuMoses kwaMidiyan: “Hamba ubuyele eYiputa, kuba onke amadoda awayefuna ukukubulala* afile.”+