Eksodus 13:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 UMoses wathi ebantwini: “Lukhumbuleni olu suku niphume ngalo eYiputa,+ endlini yobukhoboka, kuba uYehova unikhuphe ngesandla esinamandla.+ Ngoko mayingatyiwa into enegwele. Eksodus 13:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngaloo mini, uze uthi kunyana wakho, ‘Le nto ndiyenza ngenxa yento endayenzelwa nguYehova xa ndandiphuma eYiputa.’+ Duteronomi 6:6, 7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 La mazwi ndikuyalela wona namhlanje amele abe sentliziyweni yakho, 7 uze uwabethelele* ebantwaneni* bakho+ yaye uthethe ngawo xa uhleli endlini yakho, xa uhamba endleleni, xa ulala naxa uvuka.+
3 UMoses wathi ebantwini: “Lukhumbuleni olu suku niphume ngalo eYiputa,+ endlini yobukhoboka, kuba uYehova unikhuphe ngesandla esinamandla.+ Ngoko mayingatyiwa into enegwele.
8 Ngaloo mini, uze uthi kunyana wakho, ‘Le nto ndiyenza ngenxa yento endayenzelwa nguYehova xa ndandiphuma eYiputa.’+
6 La mazwi ndikuyalela wona namhlanje amele abe sentliziyweni yakho, 7 uze uwabethelele* ebantwaneni* bakho+ yaye uthethe ngawo xa uhleli endlini yakho, xa uhamba endleleni, xa ulala naxa uvuka.+