28 Emva koko uMoses wathi: “Nantsi into eniza kubona ngayo ukuba nguYehova ondithume ukuba ndenze ezi zinto, ibe andenzi kuthanda kwam: 29 Ukuba aba bantu baye bafa ngendlela eqhelekileyo, okanye bohlwaywa ngendlela abaqhele ukohlwaywa ngayo bonke abanye abantu, uYehova akandithumanga ke.+