Numeri 11:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Imana+ yayifana neenkozo zekoriyenda,+ ifana nayo nentlaka yebhideliyu. Duteronomi 8:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ngoko wanithoba, waniyeka nalamba,+ waza wanondla ngemana,+ into enaningayazi, nababengayazi nootata benu, ukuze nazi ukuba ubomi bomntu abuxhomekekanga ekutyeni kuphela, kodwa buxhomekeke nakuyo yonke into ethethwa nguYehova.+ Nehemiya 9:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Wabanika isonka esivela ezulwini xa babelambile,+ wabakhuphela namanzi eliweni xa babenxaniwe,+ wathi mabathathe umhlaba owawufunge ukuba uza kubanika wona.
3 Ngoko wanithoba, waniyeka nalamba,+ waza wanondla ngemana,+ into enaningayazi, nababengayazi nootata benu, ukuze nazi ukuba ubomi bomntu abuxhomekekanga ekutyeni kuphela, kodwa buxhomekeke nakuyo yonke into ethethwa nguYehova.+
15 Wabanika isonka esivela ezulwini xa babelambile,+ wabakhuphela namanzi eliweni xa babenxaniwe,+ wathi mabathathe umhlaba owawufunge ukuba uza kubanika wona.