Numeri 14:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Kodwa bonke abantu abalubonayo uzuko lwam nemimangaliso*+ endayenza eYiputa nasentlango, sekunjalo baqhubeka bendidelela+ kwada kwakalishumi, bengalimameli ilizwi lam,+ INdumiso 78:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Amvavanya uThixo ezintliziyweni zawo+Ngokukufuna ngenkani ukutya. INdumiso 78:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Kuba awazange abe nokholo kuThixo;+Awazange amthembe ukuba uyakwazi ukuwasindisa. INdumiso 106:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Bavumela iminqweno yabo ibalawule entlango;+Bamlinga uThixo kuloo nkangala.+
22 Kodwa bonke abantu abalubonayo uzuko lwam nemimangaliso*+ endayenza eYiputa nasentlango, sekunjalo baqhubeka bendidelela+ kwada kwakalishumi, bengalimameli ilizwi lam,+