Numeri 25:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ezo ntombi zawamema amaSirayeli ukuba eze kwimibingelelo yoothixo bazo,+ yaye atya loo mibingelelo aza aqubuda koothixo bazo.+ 2 Korinte 6:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Sanukubotshwa edyokhweni enye* nabantu abangakholwayo.+ Kuba budibana njani ubulungisa nokungabi namthetho?+ Okanye kudibana njani ukukhanya nobumnyama?+
2 Ezo ntombi zawamema amaSirayeli ukuba eze kwimibingelelo yoothixo bazo,+ yaye atya loo mibingelelo aza aqubuda koothixo bazo.+
14 Sanukubotshwa edyokhweni enye* nabantu abangakholwayo.+ Kuba budibana njani ubulungisa nokungabi namthetho?+ Okanye kudibana njani ukukhanya nobumnyama?+