Eksodus 31:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ndikhethe nomntu oza kumncedisa, uOholiyabhi+ unyana ka-Ahisamaki wesizwe sakwaDan. Ndibenza babe neentliziyo ezilumkileyo bonke abantu abangamachule* ukuze benze zonke ezi zinto ndikuyalela zona:+ Eksodus 31:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 iimpahla ezenziwe ngamalaphu aphothwe kakuhle, iimpahla ezingcwele zika-Aron umbingeleli, iimpahla ezinxitywa ngoonyana bakhe xa besenza umsebenzi wababingeleli,+ Eksodus 39:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Bayizisa kuMoses intente engcwele,+ intente+ nazo zonke izinto zayo: iihaki,+ iifreyimi,+ imiqadi,+ neentsika zayo neziseko zazo,+ Eksodus 39:41 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 iimpahla ezenziwe ngamalaphu aphothwe ngokucokisekileyo zokusebenza kwindawo engcwele, iimpahla ezingcwele zika-Aron umbingeleli+ neempahla ezinxitywa ngoonyana bakhe xa besenza umsebenzi wababingeleli.
6 Ndikhethe nomntu oza kumncedisa, uOholiyabhi+ unyana ka-Ahisamaki wesizwe sakwaDan. Ndibenza babe neentliziyo ezilumkileyo bonke abantu abangamachule* ukuze benze zonke ezi zinto ndikuyalela zona:+
10 iimpahla ezenziwe ngamalaphu aphothwe kakuhle, iimpahla ezingcwele zika-Aron umbingeleli, iimpahla ezinxitywa ngoonyana bakhe xa besenza umsebenzi wababingeleli,+
33 Bayizisa kuMoses intente engcwele,+ intente+ nazo zonke izinto zayo: iihaki,+ iifreyimi,+ imiqadi,+ neentsika zayo neziseko zazo,+
41 iimpahla ezenziwe ngamalaphu aphothwe ngokucokisekileyo zokusebenza kwindawo engcwele, iimpahla ezingcwele zika-Aron umbingeleli+ neempahla ezinxitywa ngoonyana bakhe xa besenza umsebenzi wababingeleli.