Levitikus 4:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 “‘Ukuba umbingeleli othanjisiweyo*+ wonile+ waza wabazisela ityala abantu, umele azise inkunzi yethole lenkomo eliphilileyo ibe ngumnikelo wesono oya kuYehova ngenxa yesono asenzileyo.+ Levitikus 4:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 yonke into eseleyo kwinkunzi yenkomo, umele ayikhuphele ngaphandle kwenkampu kwindawo ecocekileyo apho kugalelwa khona uthuthu,* aze ayitshise phezu kweenkuni ngomlilo.+ Mayitshiselwe apho kulahlwa khona uthuthu.
3 “‘Ukuba umbingeleli othanjisiweyo*+ wonile+ waza wabazisela ityala abantu, umele azise inkunzi yethole lenkomo eliphilileyo ibe ngumnikelo wesono oya kuYehova ngenxa yesono asenzileyo.+
12 yonke into eseleyo kwinkunzi yenkomo, umele ayikhuphele ngaphandle kwenkampu kwindawo ecocekileyo apho kugalelwa khona uthuthu,* aze ayitshise phezu kweenkuni ngomlilo.+ Mayitshiselwe apho kulahlwa khona uthuthu.