Duteronomi 24:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 “Xa kuvela isifo seqhenqa* qinisekani ukuba nizenza kakuhle zonke izinto enizixelelwa ngababingeleli abangabaLevi.+ Nimele nenze kanye loo nto endibayalele yona. Malaki 2:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kuba imilebe yombingeleli ifanele igcine ulwazi, yaye abantu bafanele bawufune emlonyeni wakhe umthetho,*+ kuba ungumthunywa kaYehova wemikhosi.
8 “Xa kuvela isifo seqhenqa* qinisekani ukuba nizenza kakuhle zonke izinto enizixelelwa ngababingeleli abangabaLevi.+ Nimele nenze kanye loo nto endibayalele yona.
7 Kuba imilebe yombingeleli ifanele igcine ulwazi, yaye abantu bafanele bawufune emlonyeni wakhe umthetho,*+ kuba ungumthunywa kaYehova wemikhosi.