Levitikus 5:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 “Ukuba umntu uye wona ngokwenza nantoni na athe uYehova mayingenziwa, nokuba ebengazi, uza kuba netyala ibe uza kuphendula ngenxa yesono sakhe.+ Numeri 15:27, 28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 “‘Ukuba umntu wone ngempazamo, umele enze umnikelo wesono ngethokazi lebhokhwe elinonyaka.+ 28 Umbingeleli uza kumhlawulela loo mntu wone uYehova ngempazamo, yaye uza kuxolelwa.+
17 “Ukuba umntu uye wona ngokwenza nantoni na athe uYehova mayingenziwa, nokuba ebengazi, uza kuba netyala ibe uza kuphendula ngenxa yesono sakhe.+
27 “‘Ukuba umntu wone ngempazamo, umele enze umnikelo wesono ngethokazi lebhokhwe elinonyaka.+ 28 Umbingeleli uza kumhlawulela loo mntu wone uYehova ngempazamo, yaye uza kuxolelwa.+