INdumiso 141:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ukuba ilungisa lingandibetha, liya kuba libonisa uthando olungagungqiyo;+Ukuba lingandiluleka, iya kuba yioli kwintloko yam loo nto,+Engenakuze yaliwe yintloko yam.+ Ndiza kuqhubeka ndilithandazela naxa lisehlelwa yintlekele. IMizekeliso 9:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Sukumkhalimela umntu osileyo, kuba uza kukucaphukela.+ Khalimela umntu osisilumko, yena uza kukuthanda.+ Mateyu 18:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “Ngaphezu koko, ukuba umzalwana wakho uyakona, hamba uyokuthetha naye ngaloo nto* ninobabini kuphela.+ Ukuba uyakumamela, uya kuba umncedile umzalwana wakho.+
5 Ukuba ilungisa lingandibetha, liya kuba libonisa uthando olungagungqiyo;+Ukuba lingandiluleka, iya kuba yioli kwintloko yam loo nto,+Engenakuze yaliwe yintloko yam.+ Ndiza kuqhubeka ndilithandazela naxa lisehlelwa yintlekele.
8 Sukumkhalimela umntu osileyo, kuba uza kukucaphukela.+ Khalimela umntu osisilumko, yena uza kukuthanda.+
15 “Ngaphezu koko, ukuba umzalwana wakho uyakona, hamba uyokuthetha naye ngaloo nto* ninobabini kuphela.+ Ukuba uyakumamela, uya kuba umncedile umzalwana wakho.+