Yobhi 28:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Emva koko wathi emntwini: ‘Jonga! Ukoyika uYehova, bubulumko obo,+Yaye ukusuka ebubini kukuqonda.’”+ IMizekeliso 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ukoyika* uYehova kukuqalisa kolwazi.+ Zizidenge kuphela ezidelela ubulumko nengqeqesho.+ IMizekeliso 8:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ukoyika uYehova kuthetha ukucaphukela ububi.+ Ndiyakucaphukela ukuziphakamisa, ikratshi,+ indlela yobubi nokuthetha izinto ezijijekileyo.+ 1 Petros 2:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Yibani nembeko kumntu wonke,+ thandani bonke abazalwana,+ yoyikani uThixo,+ nihloniphe nokumkani.+
28 Emva koko wathi emntwini: ‘Jonga! Ukoyika uYehova, bubulumko obo,+Yaye ukusuka ebubini kukuqonda.’”+
13 Ukoyika uYehova kuthetha ukucaphukela ububi.+ Ndiyakucaphukela ukuziphakamisa, ikratshi,+ indlela yobubi nokuthetha izinto ezijijekileyo.+
17 Yibani nembeko kumntu wonke,+ thandani bonke abazalwana,+ yoyikani uThixo,+ nihloniphe nokumkani.+