5 Akaniniki eli lizwe ukuba nilithathe ngenxa yokuba ningamalungisa okanye nineentliziyo ezilungileyo. Kunoko kungenxa yokwenza kwazo ububi le nto uYehova uThixo wenu ezigxotha phambi kwenu+ ukuze uYehova afezekise amazwi awawafungela ookhokho benu, uAbraham,+ uIsake+ noYakobi.+