Eksodus 22:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 “Uze ungamphathi kakubi okanye umcinezele umntu wasemzini,+ kuba nani naningabantu basemzini kwilizwe laseYiputa.+ Eksodus 23:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 “Uze ungamcinezeli umntu wasemzini. Niyayazi nani ukuba kunjani ukuba ngumntu wasemzini,* kuba naningabantu basemzini kwilizwe laseYiputa.+ Levitikus 19:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Nimele nimjonge njengenzalelwane yenu umntu wasemzini ohlala nani,+ nimthande njengokuba nizithanda, kuba nani naningabantu basemzini kwilizwe laseYiputa.+ NdinguYehova uThixo wenu. Duteronomi 10:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Umenzela ubulungisa umntwana ongenatata nomhlolokazi,+ yaye uyamthanda umntu wasemzini,+ umnika ukutya neempahla.
21 “Uze ungamphathi kakubi okanye umcinezele umntu wasemzini,+ kuba nani naningabantu basemzini kwilizwe laseYiputa.+
9 “Uze ungamcinezeli umntu wasemzini. Niyayazi nani ukuba kunjani ukuba ngumntu wasemzini,* kuba naningabantu basemzini kwilizwe laseYiputa.+
34 Nimele nimjonge njengenzalelwane yenu umntu wasemzini ohlala nani,+ nimthande njengokuba nizithanda, kuba nani naningabantu basemzini kwilizwe laseYiputa.+ NdinguYehova uThixo wenu.
18 Umenzela ubulungisa umntwana ongenatata nomhlolokazi,+ yaye uyamthanda umntu wasemzini,+ umnika ukutya neempahla.