Yoshuwa 7:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngenxa yoko amaSirayeli awazukukwazi ukumelana neentshaba zawo. Aza kuzifulathela iintshaba zawo aze azibaleke, kuba anikelwe kwintshabalalo. Andizukuphinda ndibe kunye nani nide kuqala niyitshabalalise into emele itshatyalaliswe.+ ABagwebi 2:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Amcaphukisa kakhulu uYehova, waza wawanikela kubaphangi.+ Wawanikela* kwiintshaba ezaziwajikelezile,+ yaye awazange akwazi ukumelana neentshaba zawo.+ Yeremiya 37:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Nokuba beninokuwuxabela wonke umkhosi wamaKhaledi alwa nani, kuze kushiyeke amadoda enzakeleyo kuphela, ebeza kuphakama ezintenteni zawo asitshise esi sixeko.”’”+
12 Ngenxa yoko amaSirayeli awazukukwazi ukumelana neentshaba zawo. Aza kuzifulathela iintshaba zawo aze azibaleke, kuba anikelwe kwintshabalalo. Andizukuphinda ndibe kunye nani nide kuqala niyitshabalalise into emele itshatyalaliswe.+
14 Amcaphukisa kakhulu uYehova, waza wawanikela kubaphangi.+ Wawanikela* kwiintshaba ezaziwajikelezile,+ yaye awazange akwazi ukumelana neentshaba zawo.+
10 Nokuba beninokuwuxabela wonke umkhosi wamaKhaledi alwa nani, kuze kushiyeke amadoda enzakeleyo kuphela, ebeza kuphakama ezintenteni zawo asitshise esi sixeko.”’”+