Hezekile 20:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa ndazinqanda ngenxa yegama lam, ukuze lingangcoliswa phambi kweentlanga ababephila phakathi kwazo.+ Kuba ndazazisa kubo* phambi kwazo xa ndabakhupha* kwilizwe laseYiputa.+
9 Kodwa ndazinqanda ngenxa yegama lam, ukuze lingangcoliswa phambi kweentlanga ababephila phakathi kwazo.+ Kuba ndazazisa kubo* phambi kwazo xa ndabakhupha* kwilizwe laseYiputa.+